Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

一款帮助孩子学习学习的匹配游戏

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda。Ukuqoqa amaqanda 电子怪物 uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda。Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni。

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA,AKHUKHO NTENGISO,AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory。

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• 字母追踪游戏,帮助阅读和写作 Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngapphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

菲利斯瓦·伊·恩卡利·恩根特瓦纳·瓦科
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala。Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona。Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda。Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana,yenzelwe ukukhuthaza uvelwano,ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana。

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-挪威外交部,njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria。Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory、CET - 教育技术中心和IRC - 国际救援委员会。

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo。Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngkusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama zaloithlousekweleziel ukunikiel kuyo yonke indawo ukufunda

-----

喂食怪物(Feed The Monster)教孩子们在isiXhosa阅读的基础知识。收集怪物蛋并给它们喂信,这样它们就可以成长为新朋友!

什么是喂食怪物?
Feed The Monster 使用经过验证的“玩来学习”技术来吸引孩子们并帮助他们学习阅读。孩子们在学习阅读基础知识的同时,喜欢收集和培育宠物怪物。

免费下载,无广告,无应用内购买!
所有内容100%免费,由扫盲非营利组织Curious Learning和CET创作,并在BellaVista学校的支持下带到南非。

提升阅读技能的游戏功能:
• 有趣且引人入胜的拼读拼图
• 帮助阅读和写作的字母追踪游戏
• 词汇记忆游戏
• 具有挑战性的“纯声音”级别
• 家长进度报告
• 多用户登录以获取单个用户的进度。
• 可收集、可进化且有趣的怪物
• 无应用内购买
• 无广告
• 无需网络连接

由专家为您的孩子开发。
该游戏基于对识字科学的多年研究和经验。它融合了识字的关键技能,包括语音意识、字母识别、语音、词汇和视觉单词阅读,因此孩子们可以为阅读打下坚实的基础。它围绕着照顾一系列怪物的概念而设计,旨在鼓励儿童的同理心、毅力和社会情感发展。
广告

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
价格: Free
当前版本: 100
安装: 1,000+
评级平均值: aggregate Rating (5.0 out of 5)
要求: Android 4.4+
内容等级: Everyone
包裹名字: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
广告

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.