Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Een bijpassend spel dat kinderen hielp leren leren

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke in ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Lettertracingspellen om lezen en schrijven te helpen Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Noors Ministerie van Buitenlandse Zaken, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - The Centre for Educational Technology, en IRC - The International Rescue Committee.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, Impressum nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi Ezili-100 ezithintekayo kwihlabathi jikelele.

-----

Feed The Monster leert kinderen de basisprincipes van lezen in isiXhosa. Verzamel monstereieren en voer ze letters zodat ze kunnen uitgroeien tot nieuwe vrienden!
 
WAT VOEDT HET MONSTER?
Feed The Monster gebruikt beproefde ‘speel om te leren’ technieken om kinderen te betrekken en hen te helpen lezen. Kinderen vinden het leuk om huisdierenmonsters te verzamelen en te laten groeien terwijl ze de basisprincipes van lezen leren.
 
GRATIS TE DOWNLOADEN, GEEN ADVERTENTIES, GEEN IN AANKOPEN VAN APP!
Alle inhoud is 100% gratis, gemaakt door geletterde non-profitorganisaties Curious Learning en CET - en naar Zuid-Afrika gebracht met steun van BellaVista School.
 
SPELKENMERKEN OM DE LEESVAARDIGHEDEN TE BEVORDEREN:
• Leuke en boeiende fonetische puzzels
• Lettertracingspellen om lezen en schrijven te vergemakkelijken
• Woordenschat geheugenspellen
• Uitdagende 'alleen geluid'-niveaus
• Ouderlijk voortgangsrapport
• Inloggen voor meerdere gebruikers voor individuele gebruikersvoortgang.
• Verzamelbare, evolueerbare en leuke monsters
• Geen in-app aankopen
• Geen advertenties
• Geen internetverbinding nodig
 
ONTWIKKELD DOOR EXPERTS VOOR JE KIND.
De game is gebaseerd op jarenlang onderzoek en ervaring in de wetenschap van geletterdheid. Het bevat belangrijke vaardigheden voor geletterdheid, waaronder fonologisch bewustzijn, briefherkenning, fonologie, woordenschat en lezen van gezichtswoorden, zodat kinderen een sterke basis voor lezen kunnen ontwikkelen. Gebouwd rond het concept van het zorgen voor een verzameling monsters, is het ontworpen om empathie, doorzettingsvermogen en sociaal-emotionele ontwikkeling voor kinderen aan te moedigen.
Advertentie

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
Prijs: Free
Huidige Versie: 100
Installeren: 1,000+
Beoordelingsgemiddelde: aggregate Rating (5.0 out of 5)
Vereisten: Android 4.4+
Inhoudsbeoordeling: Everyone
Pakketnaam: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Advertentie

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.