Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Un joc potrivit care i -a ajutat pe copii să învețe să învețe

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula gagica ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke into ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Factory Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Jocuri de urmărire a scrisorilor pentru a ajuta citirea și scrierea Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Ministerul Afacerilor Externe din Norvegia, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Centrul pentru tehnologie educațională și IRC - Comitetul internațional de salvare.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kama bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-kisahyahilaelwiwi.

-----

Feed The Monster îi învață copiilor elementele fundamentale ale lecturii în isiXhosa. Colectați ouă monstru și hrăniți-le litere, astfel încât să poată crește în prieteni noi!
 
CE ESTE ALIMENTATĂ MONSTERUL?
Feed The Monster folosește tehnici dovedite de „joacă pentru a învăța” pentru a-i angaja pe copii și a-i ajuta să învețe să citească. Copiilor le place să strângă și să crească monștri de animale de companie în timp ce învață citirea elementelor fundamentale.
 
GRATUIT LA DESCARCARE, FĂRĂ ANUNZE, FĂRĂ ÎN CUMPĂRĂRI DE APLICARE!
Tot conținutul este 100% gratuit, creat de educația nonprofit CTC Learning și CET - și adus în Africa de Sud prin sprijinul Școlii BellaVista.
 
CARACTERISTICILE JOCULUI PENTRU PROMOVAREA DEPLECĂRILOR CITEȘTE:
• Puzzle-uri fonice distractive și antrenante
• Jocuri de urmărire a scrisorilor pentru a ajuta citirea și scrierea
• Jocuri de memorie vocabulară
• Niveluri „numai de sunet” provocatoare
• Raport de progres parental
• Conectare multi-utilizatori pentru progresul utilizatorului individual.
• Monștri colectabili, evolutivi și distractivi
• Nu există achiziții în aplicație
• Fără reclame
• Nu este necesară conexiunea la internet
 
DEZVOLTAT DE EXPERTI PENTRU COPILUL TĂU.
Jocul se bazează pe ani de cercetare și experiență în știința alfabetizării. Incorporează abilități cheie pentru alfabetizare, inclusiv conștientizarea fonologică, recunoașterea literelor, fonica, vocabularul și citirea cuvintelor, astfel încât copiii să poată dezvolta o bază puternică pentru lectură. Construit în jurul conceptului de îngrijire a unei colecții de monștri, este conceput pentru a încuraja empatia, perseverența și dezvoltarea socio-emoțională pentru copii.
Publicitate

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
Preț: Free
Versiune Curentă: 100
Instalații: 1,000+
Media De Evaluare: aggregate Rating (5.0 out of 5)
Cerințe: Android 4.4+
Rating De Conținut: Everyone
Numele Pachetului: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Publicitate

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.