Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Et matchende spil, der hjalp børn med at lære at lære

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke til ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Spor til brev til hjælp til læsning og skrivning af Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEM FactoryANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegian Foreign Ministry, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Center for Uddannelsesteknologi og IRC - Den Internationale Redningskomité.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCificial Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusizahi

-----

Feed The Monster lærer børnene det grundlæggende ved læsning i isiXhosa. Saml monsteræg og fod dem breve, så de kan vokse til nye venner!
 
HVAD FODES MONSTEREN?
Feed The Monster bruger gennemprøvede 'leg for at lære' teknikker til at engagere børn og hjælpe dem med at lære at læse. Børn nyder at samle og dyrke kæledyrsmonstre, mens de lærer at læse grundlæggende.
 
GRATIS TIL DOWNLOAD, INGEN annoncer, NEJ I APP-KØB!
Alt indhold er 100% gratis, skabt af nonprofitorganisationer Curious Learning og CET - og bragt til Sydafrika gennem støtte fra BellaVista School.
 
SPILFUNKTIONER TIL FREMME AF LÆSEFærdigheder:
• Sjove og engagerende fonetiske gåder
• Spor til bogstaver til hjælp til læsning og skrivning
• Vokabular hukommelsespil
• Udfordrende “lyd kun” niveauer
• Forældrerapport
• Login til flere brugere for individuel brugerfremgang.
• Samlerbare, evolverbare og sjove monstre
• Ingen køb i appen
• Ingen annoncer
• Ingen internetforbindelse nødvendig
 
UDVIKLET AF EKSPERTER TIL DIT BØRN.
Spillet er baseret på mange års forskning og erfaring med videnskaben om læse- og skrivefærdigheder. Det indeholder nøglefærdigheder for læsefærdighed, herunder fonologisk opmærksomhed, bogstavgenkendelse, lydtekst, ordforråd og synsvinkellæsning, så børn kan udvikle et stærkt fundament for læsning. Det er bygget rundt om begrebet omsorg for en samling monstre og er designet til at opmuntre empati, udholdenhed og socio-emotionel udvikling for børn.
Reklame

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
Pris: Free
Nuværende Version: 100
Installerer: 1,000+
Bedømmelsesgennemsnit: aggregate Rating (4.9 out of 5)
Bedømmelsesbrugere: 7
Krav: Android 4.4+
Indholdsvurdering: Everyone
Pakningsnavn: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Reklame

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.