Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)
Çocukların öğrenmeyi öğrenmesine yardımcı olan eşleşen bir oyun
Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-canavar uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula bebeğim ngabahlobo abatsha!
YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.
YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curous Learning, CET, kunye Apps Factory'ye katılın.
IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Okuma ve yazmaya yardımcı olacak harf izleme oyunları Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo
PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.
SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norveç Dışişleri Bakanlığı , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – Eğitim Teknolojileri Merkezi ve IRC – Uluslararası Kurtarma Komitesi.
Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurous Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimiiithihi-100
-----
Feed The Monster, çocuklara isiXhosa'da okumanın temellerini öğretir. Canavar yumurtaları toplayın ve yeni arkadaşlar edinebilmeleri için onları mektuplarla besleyin!
FEED THE MONSTER NEDİR?
Feed The Monster, çocukların ilgisini çekmek ve okumayı öğrenmelerine yardımcı olmak için kanıtlanmış 'öğrenmek için oyna' tekniklerini kullanır. Çocuklar, okumanın temellerini öğrenirken evcil canavarları toplayıp büyütmekten keyif alırlar.
ÜCRETSİZ İNDİR, REKLAM YOK, UYGULAMA İÇİ SATIN ALMA YOK!
Tüm içerikler %100 ücretsizdir, kâr amacı gütmeyen Curious Learning ve CET tarafından oluşturulmuş ve BellaVista School'un desteğiyle Güney Afrika'ya getirilmiştir.
OKUMA BECERİLERİNİ GELİŞTİREN OYUN ÖZELLİKLERİ:
• Eğlenceli ve ilgi çekici ses bilimi bulmacaları
• Okuma ve yazmaya yardımcı olacak harf izleme oyunları
• Kelime hafıza oyunları
• Zorlu "sadece ses" seviyeleri
• Ebeveyn ilerleme raporu
• Bireysel kullanıcı ilerlemesi için çok kullanıcılı oturum açma.
• Toplanabilir, geliştirilebilir ve eğlenceli canavarlar
• Uygulama içi satın alma yok
• Reklam yok
• İnternet bağlantısı gerekmez
ÇOCUĞUNUZ İÇİN UZMANLAR TARAFINDAN GELİŞTİRİLDİ.
Oyun, okuryazarlık bilimi üzerine yıllarca süren araştırma ve deneyime dayanmaktadır. Fonolojik Farkındalık, Harf Tanıma, Ses Bilgisi, Kelime Bilgisi ve Kelime Okuma dahil olmak üzere okuma yazma için temel becerileri içerir, böylece çocuklar okuma için güçlü bir temel geliştirebilirler. Bir canavar koleksiyonuna bakma konsepti üzerine inşa edilen bu oyun, çocuklar için empati, azim ve sosyo-duygusal gelişimi teşvik etmek için tasarlanmıştır.

Reklamcılık
Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK
Fiyat:
Free
Mevcut Sürüm: 100
Yükler: 1,000+
Derecelendirme Ortalaması:
(4.9 out of 5)
Derecelendirme Kullanıcıları:
7
Gereksinim:
Android 4.4+
Içerik Derecelendirmesi: Everyone
Paket Adı: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Reklamcılık
What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100
-
Attribution updates.