Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)
Ett matchande spel som hjälpte barn att lära sig att lära sig
Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!
YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.
YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke till ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.
IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Spår för brev som hjälper till att läsa och skriva Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo
PHUHLISWA YI NGCALI NGEM FactoryANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.
SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-norska utrikesministeriet, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Centrum för utbildningsteknologi och IRC - Internationella räddningskommittén.
Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCificent Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusi
-----
Feed The Monster lär barnen grunderna i att läsa i isiXhosa. Samla monsterägg och mat dem brev så att de kan växa till nya vänner!
VAD FÅR MONSTEREN?
Feed The Monster använder beprövade "lek för att lära sig" tekniker för att engagera barn och hjälpa dem att lära sig läsa. Barn tycker om att samla och växa husdjursmonster medan de läser grunderna i läsningen.
GRATIS ATT LADDA NED, INGEN ANNONSER, INGEN I APP-KÖP!
Allt innehåll är 100% gratis, skapat av icke-vinstdrivande organisationer Curious Learning och CET - och fördes till Sydafrika genom stöd från BellaVista School.
SPELFUNKTIONER FÖR ATT FREMMÄLJA LÄSFärdigheter:
• Roliga och engagerande fotonpussel
• Spårning av brev för att hjälpa till att läsa och skriva
• Vokabulärminnesspel
• Utmanande “endast ljudnivåer”
• Föräldrarnas framstegsrapport
• Inloggning för flera användare för enskilda användares framsteg.
• Samlingsbara, utvecklingsbara och roliga monster
• Inga köp i appen
• Inga annonser
• Ingen Internetanslutning behövs
UTVECKLAD AV EXPERTS FÖR DITT BARN.
Spelet bygger på många års forskning och erfarenhet av vetenskapen om läskunnighet. Den innehåller viktiga färdigheter för läskunnighet, inklusive fonologisk medvetenhet, bokstavsigenkänning, fonetik, ordförråd och synordläsning så att barnen kan utveckla en stark grund för läsning. Byggt kring konceptet att ta hand om en samling monster, är det utformat för att uppmuntra empati, uthållighet och socioemotionell utveckling för barn.

Annons
Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK
Pris:
Free
Aktuell Version: 100
Installation: 1,000+
Betyg Genomsnitt:
(5.0 out of 5)
Krav:
Android 4.4+
Innehållsbetyg: Everyone
Paketnamn: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Annons
What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100
-
Attribution updates.