Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)
Pasująca gra, która pomogła dzieciom nauczyć się uczyć się
Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze uondze iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!
YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.
YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke do ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.
IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Gry do śledzenia liter ułatwiające czytanie i pisanie Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo
PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.
SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-norweskie Ministerstwo Spraw Zagranicznych, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Centrum Technologii Edukacyjnych i IRC - Międzynarodowy Komitet Ratunkowy.
Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi.
-----
Feed The Monster uczy dzieci podstaw czytania w isiXhosa. Zbieraj potworne jajka i karm je listami, aby mogły wyrosnąć na nowych przyjaciół!
CO JEST PASZEM POTWOREM?
Feed Potwór wykorzystuje sprawdzone techniki „zabawy, aby się nauczyć”, aby zaangażować dzieci i pomóc im w nauce czytania. Dzieci lubią zbierać i hodować potwory domowe podczas nauki czytania.
BEZPŁATNE DO POBRANIA, BEZ REKLAM, BRAK ZAKUPÓW APLIKACJI!
Cała zawartość jest w 100% darmowa, stworzona przez organizacje non-profit zajmujące się czytaniem i pisaniem, Curious Learning i CET - i przywieziona do Afryki Południowej dzięki wsparciu BellaVista School.
CECHY GRY PROMUJĄCE CZYTANIE UMIEJĘTNOŚCI:
• Zabawne i wciągające łamigłówki foniczne
• Gry do śledzenia liter ułatwiające czytanie i pisanie
• Gry pamięciowe
• Trudne poziomy „tylko dźwięk”
• Raport o postępach rodziców
• Logowanie wielu użytkowników dla indywidualnego postępu użytkownika.
• Potwory do kolekcjonowania, ewolucji i zabawy
• Brak zakupów w aplikacji
• Bez reklam
• Nie wymaga połączenia z Internetem
OPRACOWANE PRZEZ EKSPERTÓW DLA TWOJEGO DZIECKA.
Gra oparta jest na wieloletnich badaniach i doświadczeniu w nauce czytania i pisania. Zawiera kluczowe umiejętności czytania, w tym świadomość fonologiczną, rozpoznawanie listów, fonikę, słownictwo i czytanie słów wzrokowych, dzięki czemu dzieci mogą rozwinąć mocne podstawy do czytania. Zbudowany wokół koncepcji opieki nad kolekcją potworów, ma na celu zachęcenie dzieci do empatii, wytrwałości i rozwoju społeczno-emocjonalnego.

Reklama
Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK
Cena:
Free
Aktualna Wersja: 100
Instalacje: 1,000+
Średnia Ocena:
(4.9 out of 5)
Ocena Użytkowników:
7
Wymagania:
Android 4.4+
Ocena Treści: Everyone
Nazwa Pakietu: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Reklama
What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100
-
Attribution updates.