Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Ein passendes Spiel, das Kindern das Lernen lernt

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisisiseko zokufunda. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula baby ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Entdecken Sie 100% ige Lernerfahrungen mit  Curious Learning, CET und Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Buchstabenverfolgungsspiele zum Lesen und Schreiben. Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo Yokukhumbula Yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho Ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-Norwegisches Außenministerium , njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET – The Center for Educational Technology und IRC – The International Rescue Committee.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusebenza lwe-Tyisa umhlobo wam kwiilwimi ezili-100 ezilihintethikayo kwikelezit

-----

Feed The Monster bringt Kindern die Grundlagen des Lesens in isiXhosa bei. Sammle Monstereier und füttere sie mit Buchstaben, damit sie zu neuen Freunden heranwachsen können!

WAS IST FEED THE MONSTER?
Feed The Monster verwendet bewährte „Spielen zum Lernen“-Techniken, um Kinder zu motivieren und ihnen beim Lesenlernen zu helfen. Kinder genießen es, Haustiermonster zu sammeln und zu züchten, während sie die Grundlagen des Lesens lernen.

KOSTENLOS HERUNTERLADEN, KEINE WERBUNG, KEINE IN-APP-KÄUFE!
Alle Inhalte sind 100 % kostenlos, wurden von den gemeinnützigen Alphabetisierungsorganisationen Curious Learning und CET erstellt und durch die Unterstützung der BellaVista School nach Südafrika gebracht.

SPIELFUNKTIONEN ZUR FÖRDERUNG DER LESEKOMPETENZ:
• Unterhaltsame und fesselnde Phonik-Rätsel
• Buchstabenverfolgungsspiele zur Unterstützung beim Lesen und Schreiben
• Vokabel-Memory-Spiele
• Anspruchsvolle "Nur-Sound"-Levels
• Fortschrittsbericht für Eltern
• Mehrbenutzer-Anmeldung für individuellen Benutzerfortschritt.
• Sammelbare, entwickelbare und lustige Monster
• Keine In-App-Käufe
• Keine Werbung
• Keine Internetverbindung erforderlich

VON EXPERTEN FÜR IHR KIND ENTWICKELT.
Das Spiel basiert auf jahrelanger Forschung und Erfahrung in der Wissenschaft der Alphabetisierung. Es enthält Schlüsselkompetenzen für die Alphabetisierung, einschließlich phonologisches Bewusstsein, Buchstabenerkennung, Phonics, Wortschatz und Lesen von Sichtwörtern, damit Kinder eine solide Grundlage für das Lesen entwickeln können. Es basiert auf dem Konzept der Pflege einer Sammlung von Monstern und soll Empathie, Ausdauer und sozio-emotionale Entwicklung für Kinder fördern.
Werbung

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
Preis: Free
Aktuelle Version: 100
Installationen: 1,000+
Bewertungsdurchschnitt: aggregate Rating (5.0 out of 5)
Anforderungen: Android 4.4+
Inhaltsbewertung: Everyone
Paketname: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Werbung

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.