Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

אומדלאלו

טיייסה umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko זוקופונדה. Ukuqoqa amaqanda e-monster uze ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula תינוק ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke לתוך ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• איזינדלו ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• מעקב אחר משחקי מכתבים המסייעים לקריאה וכתיבה Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMIETANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni קובנטוואנה.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-משרד החוץ הנורבגי, njengenxalenye אתם khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - המרכז לטכנולוגיה חינוכית, ו- IRC - ועדת החילוץ הבינלאומית.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngo למידה יפה, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - Kwaye bazama ukuzisa uhlelo lokusiwizi

-----

Feed The Monster מלמד ילדים את יסודות הקריאה ב- isiXhosa. אסוף ביצי מפלצת והאכיל להן אותיות כדי שיוכלו לצמוח לחברים חדשים!
 
מה מאכיל את המפלצת?
Feed המפלצת משתמשת בטכניקות 'משחק ללימוד' מוכחות כדי להעסיק ילדים ולעזור להם ללמוד לקרוא. ילדים נהנים לאסוף ולגדל מפלצות לחיות מחמד תוך כדי לימוד יסודות קריאה.
 
בחינם להורדה, ללא מודעות, ללא רכישות באפליקציות!
כל התוכן בחינם במאה אחוז, נוצר על ידי מלכ"רים מקוררי לימוד ו- CET - והובא לדרום אפריקה בתמיכת בית הספר BellaVista.
 
תכונות משחק לקידום מיומנויות קריאה:
• חידות פונטיקה מהנות ומרתקות
• משחקי מעקב אחר אותיות כדי לסייע בקריאה ובכתיבה
• משחקי זיכרון אוצר מילים
• רמות "צליל בלבד" מאתגרות
• דוח התקדמות הורים
• התחברות מרובת משתמשים לצורך התקדמות משתמש פרטנית.
• מפלצות אספנות, מתפתחות וכיפיות
• אין רכישות בתוך האפליקציה
• ללא פרסומות
• אין צורך בחיבור אינטרנט
 
מפותח על ידי מומחים לילדכם.
המשחק מבוסס על שנים של מחקר וניסיון במדע האוריינות. היא משלבת כישורי מפתח לאוריינות, כולל מודעות פונולוגית, זיהוי אותיות, פונטיקה, אוצר מילים וקריאת מילים, כך שילדים יוכלו לפתח בסיס חזק לקריאה. נבנה סביב הרעיון של טיפול באוסף מפלצות, והוא נועד לעודד אמפתיה, התמדה והתפתחות חברתית-רגשית לילדים.
Advertisement

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
Price: Free
Current Version: 100
Installs: 1,000+
Rating average: aggregate Rating (5.0 out of 5)
Requirements: Android 4.4+
Content Rating: Everyone
Package name: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Advertisement

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.