Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa)

Odpovídající hra, která pomohla dětem naučit se učit

Tyisa umhlobo wam ufundisa umntwana wakho izinto ezisisiseko zokufunda. Uiqoqa amaqanda e-monster uhe ubondle iileta ukuze bakwazi ukukhula babe ngabahlobo abatsha!

YINTONI I-TYISA UMHLOBO WAM?
Tyisa umhlobo wam isebenzisa 'umdlalo ovezweyo ukuze ufunde' ubuchule bokubandakanya abantwana kunye nokubanceda bafunde ukufunda. Abantwana banandipha ukuqokelela nokukhula kwezilwanyana zezilwanyana ngelixa befunda ukufunda ngokusemgangathweni.

YIKHULULEKILE UKUKHUPHELA, AKHUKHO NTENGISO, AKUTHENGISWA PHAKATHI KWIHLELO!
Yonke do ikhululekile kwi-100%, idalwe yi ntlangano ezingenzi nzuzo Curious Learning, CET, kunye Apps Factory.

IIMPAWU ZOMDLALO EZIKHUTAZA IZAKHONO ZOKUFUNDA
• Izindalo ezinwabisayo kunye ezibandakanya abantwana
• Hry pro sledování dopisů, které napomáhají čtení a psaní Imidlalo yokubhala ngokulandelela iileta yokunceda ukufunda nokubhala
• Imidlalo yokukhumbula yesigama
• Amanqanaba ecelomngeni woku-vakala kuphela
• Ingxelo yophuhliso kubazali
• Ungene ngemvume kwabasebezisi beninzi ngokuthola ingxelo yophuliso ngabanye
• Izilwanyana eziqokelekayo, eziguquguqukayo kunye nezolisayo
• Yenzelwe ukukhuthaza izakhono zentlalo-zengqondo
• Akuthengiswa ngaphakathi kwihlelo
• Akukho ntengiso
• Akukho uxhumano lwe intanethi efunekayo

PHUHLISWA YI NGCALI NGEMNTWANA WAKHO
Umdlalo usekelwe kwiminyaka yophando kunye namava kwisayensi yokufunda nokubhala. Iquka izakhono eziphambili zokufunda nokubhala, kubandakanywa Ulwazi lwe-Fonetiki, Ukwazi Iileta, Fonetiki, IsiGama kunye nokuFunda iZwi Ngokubona. Ukuze abantwana bakwazi ukuhlaziya isiseko esinamandla sokufunda. Eyakhelwe malunga nomxholo wokunyamekela iqoqo lezilwanyana, yenzelwe ukukhuthaza uvelwano, ukunyamezela kunye nophuhliso lwentlalo-emoyeni kubantwana.

SINGOOBANI NA KE THINA?
Tyisa umhlobo wam eyayixhaswa ngu-norské ministerstvo zahraničních věcí, njengenxalenye ye khuphiswano ye-EduApp4Syria. Usetyenziso yokuqala yaseArabhu yaphuhliswa njengentsebenziswano ehlangeneyo phakathi kwe-Apps Factory, CET - Centrum vzdělávací technologie a IRC - Mezinárodní záchranný výbor.

Tyisa umhlobo wam yaguqulelwa kwisiNgesi ngoCurious Learning, engenzi nzuzo ezinikezelwe ekukhuthazeni ukufikelela kumxholo wokufunda nokubhala ngokufanelekileyo kubo bonke abayifunayo. Siyiqela labaphandi, abaphuhlisi, kunye nootitshala abazinikezele ekunikeni abantwana kuyo yonke indawo ukufunda nokubhala ngoulwimi lwabo ngokusekelwe kubungqina kunye nolwazi - kwaye bazama ukuzisahlehliwilihlehlihliwehhwehiwehi

-----

Krmivo Monster učí děti základům čtení v isiXhose. Sbírejte monster vejce a krmte je dopisy, aby se z nich mohli stát noví přátelé!
 
CO JE KRMIVO KRMIVO?
Feed The Monster používá osvědčené techniky „play to learn“, aby zapojily děti a pomohly jim naučit se číst. Děti si sbírají a rostou domácí zvířata, zatímco se učí základy čtení.
 
ZDARMA ke stažení, žádné reklamy, žádné v nákupech aplikace!
Veškerý obsah je stoprocentně bezplatný, vytvořený neziskovou neziskovou organizací Curious Learning a CET - a přinesen do Jižní Afriky prostřednictvím podpory školy BellaVista.
 
HRY FUNKCE PRO PODPORU ČTENÍ ZRUČNOSTÍ:
• Zábavné a poutavé fonetické hádanky
• Hry pro sledování písmen usnadňující čtení a psaní
• Hry s pamětí slovní zásoby
• Náročné „zvukové“ úrovně
• Zpráva o pokroku rodičů
• Víceuživatelské přihlášení pro individuální postup uživatele.
• Sběratelské, vývojové a zábavné monstra
• Žádné nákupy v aplikaci
• Žádné reklamy
• Není nutné připojení k internetu
 
ROZVOJ ODBORNÍKŮ PRO VAŠE DĚTI.
Hra je založena na letech výzkumu a zkušeností ve vědě o gramotnosti. Zahrnuje klíčové dovednosti pro gramotnost, včetně fonologického povědomí, rozpoznávání písmen, foniky, slovní zásoby a čtení slov ze zraku, aby si děti mohly vytvořit pevný základ pro čtení. Je postaven na konceptu péče o sbírku monster a je navržen tak, aby podporoval empatii, vytrvalost a socio-emoční vývoj dětí.
Inzerát

Download Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100 APK

Tyisa umhlobo wam (isiXhosa) 100
Cena: Free
Aktuální Verze: 100
Instaluje: 1,000+
Průměr Hodnocení: aggregate Rating (5.0 out of 5)
Požadavky: Android 4.4+
Hodnocení Obsahu: Everyone
Název Balíčku: com.eduapp4syria.feedthemonsterisiXhosa
Inzerát

What's New in Tyisa-umhlobo-wam-isiXhosa 100

    Attribution updates.